UMTHETHO WEMBUYEKEZO KWIMINZAKALO NEZIFO EMSEBENZINI, 1993
UDIDI NGALUNYE (ISHISHINI) KUZAKUJONGWANA NEENDLEKO kuquqa nabadudula umhlaba olungakhankanywanga kwenye indawo, ZALOO NGOZI ukubhalwa kweendlela (kwemigaqo).iifolo zokuncenceshela.injineli Imali ethi ibhatalwe imiswe ngokwamashishini (ngokwee ndidi) yococeko okanye ukwakhiwa komjelo ophantsi komhlaba ohambisa ezohlukileyo apho umqeshwa weshishini ngalinye kufuneka ajongane amanzi amdaka.ukwakhiwa kwe bhulorho okanye ukulungiswa, nokwenza inzuzo eyaneleyo ukuhlangabezana neendleko zengozi ukwakhiwa kwesiporo sololiwe, ukwakhiwa kwe dama, isithintelo samaza, enyakeni neendleko zoku jongana neshishini. ibhorho yokumisa inqanawa, izibuku, inkqubo yokuqinisa ngeentsimbi.
Konke oku kukuqinisekisa ukuba udidi ngalunye lwe shishini Qaphela:
lujongene neendleko zengozi.nto leyo ethetha ukuba zoyi 23 iindidi aImbuyekezo ngqo/Umvuzo zabo bonke abasebenzi ngokuphathelene ne tonela, ubholo lwamatye okanye inkqubo yodubulo nazo ziwela zamashishini ziyimbumba yenshurensi.ngaphantsi komlinganiselo .
Ideri kuquka neendawo zokugcina ubisi, iifektri zebhotolo nesonka mashishini angabekwa phantsi kodidi viii. 0601 samasi, ucwambu, ubusi olujiyisiweyo, ii fektri yocwambu olubandayo,imizi mveliso yezibandisi.0116 Ukufama apho umlimi enemfuyo alime nokulima zaye ezo zinto zibulingana, 0610 Inkqubo yokwenza intlanzi nomnamvuna ungonakali elunxwemeni.
(i)Abakha isilingi, imigangatho imigangatho ehlangeneyo.umgangatho (ii) Imveliso yemidiza necuba okanye isitora kuquka nawo onke amashishini weplanga, kuquka nokufakwa kwemibhobho yokukhupha amanzi, ahambisanayo nook sekukhankanyiwe.ukuthayila komgangatho nodonga, ukwakhiwa kwe bala lezemidlalo, ukusebenza ngetha njenge bhizinisi eyahlukileyu, ukufakwa kwezixhobo Qaphela:
Ukuveliswa kweemgubo nezinto ezi luhlobo olunye ezingakhankanywanga kwenye indawo , ukwenziwa kwelaphu, ilaphu eliphothiweyo, ukuhlanjwa komqhaphu, ukusonta no/ukuphothwa kwee ntsinga, ukuveliswa kwamalaphu kagqirha okubopha umenzakalo, ezingakhankanywanga kwenye indawo, ukukhethwa laphu elingasetyenziswayo.
a Qaphela:a. Naluphi uhlobo lokhuselo emanzini kuquka imveliso yamalaphuangangenwa manzi iwa phantsi koluhlu /udidi 0712.
Umzimveliso wamaplanga njengeshishini elilodwa kuquka nomsebenzi wamaplanga.
UDIDI IX - USHICILELO NEMVELISO ZEPHEPHA
Qaphela:
Ishishini lokwenza irabha ibe lukhuni kuquqa nokuhlaiya ithayara njengeshishini eliimeleyo, imveliso zezinto ezenziwe ngerabha ezingabalulwanga kuquka nokusasaza kwezo mveliso, uveliso lwamathayara omoya
Ukusukwa (ukwenza ithwathwa)ne/ukunyanga kwezikhumba namafele njengeshishini elilodwa, ukucintela ufele.
Izinto ezenziwe ngekhonkrithi njengeshishini elilodwa.
Imveliso zendawo yokunyibikisela isinyithi okanye intsimbi njengeshishini elilodwa, ukwenziwa kwezitovu.
Uhlanganiso lweemoto (nqwelo mafutha) njengeshishini kuquka nako1360 konke okwenziwa (okunxulumene) apho.
Qaphela:
Inqwelo, ikari enamavili amane okanye umakhi wemoto njengeshishini elilodwa, ukufakela kwamacandelo (amatsha) kwiimoto ezitshayisileyo nokuzitshia ngepeyinti njengeshishini elilodwa, imveliso yesixhobo sokupholisa/nika ubushushu kwimoto nokuzilungisa njengebhizinisi ehlukileyo.
Abarhwebi bedayimani namatye anqabileyo kuquka nabenzi nabakhandi beewotshi, abenzi ezixhobo zokubona kuquka ibhizinisi lomenzi weendondo, umenzi/umlungisi wezixhobo zokutyanda nezenzululwazi
beminqwazi kuquka ihoseyilene/yezihlangu nevenkile. 1900Ibhizinisi yokuqhuba indlu yamabhoda, ihotele enempepha- mvume, kuquka indawo yokuthengisa utywala kwiyadi enye, indlu yokubutha enomdlalo webhola etafileni,
Ibhizinisi okanye ihoseyile yezixhobo zomculo, iikhomputha izixhobo ikhefi, ushishino ngokutya, indawo yokutyela, ikhefi, ibhari, indawo yokudibana ombane zasendlini (zasekhaya) isixhobo sokudlala iteyiphu yeTv, yolonwabo okanye indawo yokugcoba evulwa ebusuku ekhankanyiweyo, iziko umabonakude nabathengisi bonomathotholo kuquka nokuzifaka, lomkhosi elimiswe edolophini ethile.
zamandulo, yabathengisi bekhaphethi, yabaqhwayita nabahlola izidumbu 1940 Ibhizinisi yabangcwabi nokulawula imingcwabo (ngaphandle kwemveliso zebhokisi zezilwanyana, yokutyhengisa izinto zemidlalo, yeebhotile nengxowa, yokungcwaba namatye esikhumbuzo) ukuqhuba ishishini lokutshisa izidumbu ibhizinisi yokuthenngsa izikhumba, impahla yasendlini etofotofo, umthengisi neebhodi zamangcwaba.wamalaphu, ivenkile enamasebe ahlukileyo, ivenkile yemifanekiso (nefoto) 1960
Iinkonzo okhuseleko 1542
nokulayisha enqanaweni, ukulayishwa okanye ukukhululwa kwetraki zololiwe okanye inqwelo apho umlinganiselo wodidi 1772 uchaphazela, ukuqasha 2410 Imisebenzi yemibutho yabasebenzi, amabhunga amashishini, ezorhwebo okanye /ukuqeshisa imoto ukuba azilungiswa apho, abarhwebi bezothutho. umbutho wezobugcisa, amaqela alawula urhwebo, ingxowa-mali yenzuzo xa ushishino lwezikhepe eiqashisayo, umnikazi wesikhitshane, inqanawe ungaphangeli, imisebenzi yemibutho anenceba ezingaweli ngaphantsi naluphi ezinemipu edubula ngaxesha nye, abanikazi benqanawa, izikhephe uluhlu kuquka imibutho ejongene neemfuno zabantwana, ikhaya leenkedama, zolonwabo, kuquka inkqubo yokulayisha nokothula inqanawa, ukulayisha imibutho yezenkolo nezopolitiko, imibutho yokuthintela inkohlakayo ezilwanyaneni, nokothula itraki zesiporo okanye inqwelo, ukusasaza izichumiso kwizityalo amalungu equmrhu langasese, ilungu lovulindlela, umbutho olwa nokuchitheka ngemoyantaka encinci. kwezinto eziyingozi (ezinobungozi), izitishi zezithunywa, UMBUTHO
